YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra UYOHANE 8

1

UYOHANE 8:12

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Wabuya ngoko uYesu wathetha kubo, esithi, Ndim ukhanyiselo lwehlabathi; lowo undilandelayo akasayi kuhamba ebumnyameni; yena uya kuba nalo ukhanyiso lobomi.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:12

2

UYOHANE 8:32

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Naniya kuyazi inyaniso, yaye inyaniso iya kunikhulula.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:32

3

UYOHANE 8:31

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ubesithi ngoko uYesu kuloo maYuda akholiweyo kuye, Ukuba nina nithe nahlala elizwini lam, noba ningabafundi bam, inyaniso.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:31

4

UYOHANE 8:36

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngoko ukuba uNyana uthe wanikhulula, noba nikhululekile inene.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:36

5

UYOHANE 8:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Uthe ke bakumana bembuza, waphakama, wathi kubo, Ongenasono kuni makaqale amgibisele ngelitye.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:7

6

UYOHANE 8:34

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Uwaphendule uYesu wathi, Inene, inene, ndithi kuni, Bonke abenza isono bangamakhoboka esono.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:34

7

UYOHANE 8:10-11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ephakamile ke uYesu, àkabona mntu kwakuphela ngumfazi lowo; wathi kuye, Mfazindini, baphi na abo bamangaleli bakho? Akukho ukugwebileyo na? Wathi ke yena, Noko amnye, Nkosi. Wathi ke uYesu kuye, Nam andikugwebi; hamba, ungabuye wone.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 8:10-11

Gratis leseplaner og andakter relatert til UYOHANE 8

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest