YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra UYOHANE 13

1

UYOHANE 13:34-35

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ndiniwisela umthetho omtsha, wokuba nithandane, njengoko ndinithandileyo nina, ukuze nani nithandane. Ngayo le nto baya kwazi bonke, ukuba ningabafundi bam, ukuba nithe nathandana.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 13:34-35

2

UYOHANE 13:14-15

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ngoko ke, ukuba ndizihlambile iinyawo zenu mna, ndíyiNkosi, ndínguMfundisi, nani nifanele ukuhlambana iinyawo. Kuba ndininike umzekelo, ukuze nani nenze, njengoko ndenzé ngako mna kuni.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 13:14-15

3

UYOHANE 13:7

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Waphendula uYesu, wathi kuye, Endikwenzayo mna akukwazi wena okwangoku; kodwa wokuqonda kamva.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 13:7

4

UYOHANE 13:16

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Inene, inene, ndithi kuni, Akukho mkhonzi umkhulu kunenkosi yakhe, namthunywa umkhulu kunalowo umthumileyo.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 13:16

5

UYOHANE 13:17

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ukuba niyazazi ezi zinto, ninoyolo ukuba nithi nizenze.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 13:17

6

UYOHANE 13:4-5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

usuka esidlweni, azibeke phantsi iingubo zakhe, athabathe itawuli• abhinqe; aze agalele amanzi esityeni sokuhlambela, aqale ukuzihlamba iinyawo zabafundi, nokuzisula ngetawuli abeyibhinqile.

Sammenlign

Utforsk UYOHANE 13:4-5

Gratis leseplaner og andakter relatert til UYOHANE 13

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest