1
IZAFOBE 8:35
IBHAYIBHILE
XHO96
Ozuze mna ke ubufumene ubomi; uxhamla ukwaneliseka kukaNdikhoyo.
နှိုင်းယှဉ်
IZAFOBE 8:35ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
IZAFOBE 8:13
Ukumthobela *uNdikhoyo kukubuthiya ububi. Yiloo nto ndikuchasileyo ukuzigwagwisa, ikratshi, ukungabi nasimilo, kunye nentetho egwenxa.
IZAFOBE 8:13ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
IZAFOBE 8:10-11
Nawe ke, yamkela ingqeqesho kunesiliva; ndithi thatha ulwazi kuneyona golide. Mna bulumko ndiyawagqitha namatye exabiso; nakwiindidi zobutyebi mna andidlulwa nto.
IZAFOBE 8:10-11ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။