1
IZAFOBE 7:2-3
IBHAYIBHILE
XHO96
Ukuba uyayilandela imimiselo yam uya kubudla ubomi. Ewe, imfundiso yam yilondoloze njengokhozo lweliso lakho. Imiyalelo yam zikhumbuze ngayo ngokungathi ibotshelelwe eminweni yakho, ihlale ibhaliwe engqondweni yakho.
နှိုင်းယှဉ်
IZAFOBE 7:2-3ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
IZAFOBE 7:1
Mfo wam, wagcine amazwi am, uyimilisele kuwe imiyalelo yam.
IZAFOBE 7:1ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
IZAFOBE 7:5
Xa kunjalo ke uya kusinda kumfazi okrexezayo, ungabi nakufumaneka kumfazi wasemzini okulalanisayo ngamazwi.
IZAFOBE 7:5ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။