Isityilo sika‐Johane 20:12
Isityilo sika‐Johane 20:12 XHO1902A
Ndabona kanjalo abafileyo, abancinane nabakulu, bemi pambi kwotixo; zaza zavulwa incwadi: kwavulwa nenye incwadi, eyeyobomi: bati abafileyo bagwetywa ngezozinto ezibe ziba̔liwe ezincwadini ezo, ngokwemisebenzi yabo.


