Logo Apl Bible
Ikon Carian

Isityilo sika‐Johane 19:20

Isityilo sika‐Johane 19:20 XHO1902A

Kwaza kwabanjwa ir̔amnco elo, nomprofite obuxoki ndawonye nalo, lowo owenza imiqondiso ebusweni balo, abete ngayo wabakohlisa abo balwamkelayo upa̔u lwer̔amnco, nabo bawubedeshayo umfanekiso walo. Aba bobabini baposwa bepilile ecibini lomlilo elivutayo ngesufure.