Ivangeli ka‐Maraki 1:10-11
Ivangeli ka‐Maraki 1:10-11 XHO1902A
Waza wati esel’ enyuka emanzini, wabona izulu licandekile, NOMOYA njengehobe esihla pezu kwake. Kanjalo leza ilizwi livela ezulwini, lisiti: Wena ungunyana wam otandiweyo, endikolisiweyo kakuhle nguye.


