Ivangeli ka‐Mateyu 5:11-12

Ivangeli ka‐Mateyu 5:11-12 XHO1902A

Ninetamsanqa, nxa abantu baya kunituka, banitshutshise, batete into zonke ezikohlakeleyo ngakuni ngokuxoka, ngenxa yam: vuyani nigcobe, ngokuba umvuzo wenu umkulu ezulwini; ngokuba benje njalo ukubatshutshisa abaprofite ababepambili kuni.

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan Ivangeli ka‐Mateyu 5:11-12