Logo Apl Bible
Ikon Carian

Incwadi ka‐Jude 1:24-25

Incwadi ka‐Jude 1:24-25 XHO1902A

Kekaloku kulowo unamandla okunilondoloza ningenakuku̔beka, nokunimisa nimsulwa pambi kwobungcwalisa bake eluvuyweni olukulu, kokupela kwolumkilevo utixo umsindisi wetu, makubekoubungcwalisa nobukulukazi, amandla negunya, nakaloku nakude kube ngunapakade. Amene.