Incwadi ka‐Yakobi 3:9-10
Incwadi ka‐Yakobi 3:9-10 XHO1902A
Ngalo lona siyambonga yena utixo noyise, nangalo lona siyaqalekisa abantu abenziweyo ngokufana notixo. Kwa kuwo umlomo mnye kupuma ukubonga nokuqalekisa. Ezizinto, bazalwana bam! ngazingabi njalo.


