Incwadi ka‐Yakobi 1:13-14
Incwadi ka‐Yakobi 1:13-14 XHO1902A
Makangatsho umntu akuzingwa ukuti: Ndizingwa ngutixo: ngokuba utixo engazingeki kokukohlakeleyo; kanjalo yena ngokwake akazingi mntu. Kodwa umntu uyazingwa, akuti akukuliswe yeyake inkanuko, ahendwe.








