Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 11:7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 11:7 XHO1902A
Ngalo ukolo u‐Nowa, akuyalwa NGUTIXO ngezinto ezingekabonwayo, wati ngokwoyika walungisela ukusindiswa kwendlu yake inqanawa; abete ngayo wagweba ilizwe, waza waba yindlalifa yobulungisa obungokwokolo.




