U‐Hagai 2:7

U‐Hagai 2:7 XHO1902A

ewe, ndiya kuzamazamisa izizwe zonke, kwandule kufike okukanukwayo zizizwe zonke; ndandiya kuzalisa indlu le ngobungcwalisa, utsho UYEHOVA wemikosi.