Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:3-4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 4:3-4 XHO1902A
Ngokuba ixesha liya kubako okuya bangayi kunyamezela ufundiso olunobomi; koko beya kuti ngokwezabo inkanuko bazifumbele abafundisi, bebaba indlebe nje; babeya kusonga indlebe zabo kuyo inyaniso ke, baze batyekele ngasezintsomini.

