Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:11
Eyokuqala incwadi ka‐Petrosi 4:11 XHO1902A
Osukuba eteta, makatete njengamazwi katixo; osukuba ekonza, makakonze njengokwobomelelo obubatyalwayo ngutixo: ukuze ezintweni zonke adunyiswe utixo ngaye u‐Yesu Kristu, okukokwake ubungcwalisa namandla kude kube ngunapakade kanapakade. Amene.



