2 KWABASEKORINTE 5:18-19

2 KWABASEKORINTE 5:18-19 XHO96

Wonke lo msebenzi wenziwa nguThixo. Nguye othe ngoYesu Krestu wasixolelanisa naye ngokwakhe, wasinika umsebenzi wokuxolelanisa. Kaloku ngoKrestu uThixo wayelixolelanisa naye ngokwakhe ihlabathi, engasababeki tyala abantu ngezono zabo, waza wasiphathisa umsebenzi woxolelaniso.

Imej Ayat untuk 2 KWABASEKORINTE 5:18-19

2 KWABASEKORINTE 5:18-19 - Wonke lo msebenzi wenziwa nguThixo. Nguye othe ngoYesu Krestu wasixolelanisa naye ngokwakhe, wasinika umsebenzi wokuxolelanisa. Kaloku ngoKrestu uThixo wayelixolelanisa naye ngokwakhe ihlabathi, engasababeki tyala abantu ngezono zabo, waza wasiphathisa umsebenzi woxolelaniso.

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 2 KWABASEKORINTE 5:18-19