2 KWABASEKORINTE 5:14

2 KWABASEKORINTE 5:14 XHO96

Kaloku uthando lukaKrestu lusongamele. Ngoko ke sigqiba kwelithi xa kwafa umntu omnye, efela abantu bonke, lonke uluntu lunenxaxheba koko kufa kwakhe.

Imej Ayat untuk 2 KWABASEKORINTE 5:14

2 KWABASEKORINTE 5:14 - Kaloku uthando lukaKrestu lusongamele. Ngoko ke sigqiba kwelithi xa kwafa umntu omnye, efela abantu bonke, lonke uluntu lunenxaxheba koko kufa kwakhe.