Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada U‐Tsefaniya 3

1

U‐Tsefaniya 3:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UYEHOVA, UTIXO wako, upakati kwako, onamandla, osindisayo; uya kugcoba pezu kwako ngovuyo, woti cwaka elutandweni lwake; uya kuvuyelela pezu kwako ngokucula.

Bandingkan

Selidiki U‐Tsefaniya 3:17

2

U‐Tsefaniya 3:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngeloxesha ndiya kuningenisa, kwa ngexesha lokunihlanganisa kwam; ewe, ndiya kunenzela igama nodumo pakati kwabo bonke abantu bomhlaba, xeshekweni ndibuyisayo ukutinjwa kwenu pambi kwamehlo enu, utsho UYEHOVA.

Bandingkan

Selidiki U‐Tsefaniya 3:20

3

U‐Tsefaniya 3:15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UYEHOVA ususile imigwebo yako; udedisile utshaba lwako: ukumkani wo‐Sirayeli, UYEHOVA, upakati kwako; akusayi kuba sabona ilishwa.

Bandingkan

Selidiki U‐Tsefaniya 3:15

4

U‐Tsefaniya 3:19

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bona ke, ngexesha elo ndiya kugqibela bonke ababandezeli bako; kanti abaqwalelayo ndobasindisa, nabagxotiweyo ndobahlanganisa; ndandiya kubenzela udumo negama, kuwo onke amazwe badanisiwe kuwo.

Bandingkan

Selidiki U‐Tsefaniya 3:19

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest