1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndiyabulela KUTIXO ngaye u‐Yesu Kristu INKOSI yetu. Ngako ke mna ngokwam nditi ngoluvo ndikonze emtetweni KATIXO, kodwa ngenyama, emtetweni wesono.
Bandingkan
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:25
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:18
Ngokuba ndisazi ukuba akumi kum, oko kukuti enyameni yam, into elungileyo: ngokuba ukutanda kuko ngakum; kodwa ukufeza oko kulungileyo andikufumani.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:18
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:19
Ngokuba okulungileyo endikutandayo ndingakwenzi; koko okukohlakeleyo endingakutandiyo, oku ndikwenza.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:19
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:20
Kodwa ukuba oko ndingakutandiyo mna, oku ndiyakwenza, akusendim okwenzayo kona, kusisono esimiyo kum.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:20
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:21-22
Ndiyafumana ngoko lomteto, wokuba, nxa nditandayo ukwenza oko kulungileyo, oko kukohlakeleyo kuko ngakum. Ngokuba ndigcoba emtetweni KATIXO ngokwowapakati umntu
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:21-22
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:16
Kodwa ukuba oko ndingakutandiyo, oku ndiyakwenza, ndiyavumela umteto ukuba ulungile.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 7:16