1
Isityilo sika‐Johane 16:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Bona ke, ndiyeza njengokuba lisiza isela. Unetamsanqa lowo ulindayo, azigcine izivato zake, ukuba angabi ehamba zé, kuze kubonwe ubuhlazo bake.
Bandingkan
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:15
2
Isityilo sika‐Johane 16:12
Yaza eyesitandatu ingelosi yagalela ifiyali yayo pezu kwawo umlambo omkulu um‐Ferate; ati ke atsha amanzi awo, ukuze ilungiselelwe indlela yokumkani basempumalanga.
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:12
3
Isityilo sika‐Johane 16:14
Ngokuba bengomoya bedemoni besenza imiqondiso, abapuma ukuya kubo okumkani bomhlaba nabelimiwayo lonke, ukubahlanganisela ekulweni kwalowo umhla omkulu KATIXO usomandla.
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:14
4
Isityilo sika‐Johane 16:13
Ndaza ndabona bepuma emlonyeni wenamba, nasemlonyeni wer̔amnco, nasemlonyeni womprofite obuxoki, omoya abatatu abanco̔lileyo befana namasele.
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:13
5
Isityilo sika‐Johane 16:9
Batshiswa ke abantu ngobushushu obukulu, baligxeka igama LIKATIXO onamandla pezu kwezibeto ezi; kanti abaguquka ukuba bamnike udumo.
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:9
6
Isityilo sika‐Johane 16:2
Yapuma ke eyokuqala, yagalela ifiyali yayo pezu kwomhlaba; kusuke kwabako itumba elibi elinzima ebantwini abanalo upa̔u lwer̔amnco, nababedeshayo umfanekiso walo.
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:2
7
Isityilo sika‐Johane 16:16
Baza babahlanganisela endaweni ebizwa ngokwama‐Hebere ngokuti yi‐Harimegido.
Selidiki Isityilo sika‐Johane 16:16