Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada Imibalo 21

1

Imibalo 21:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti UYEHOVA ku‐Mosesi: Yenza inyoka ebumliloṙa, umise yona pezu kwesibonda eside; kwakuya kuti, osukuba elunyiwe, akuyibonela, wopila.

Bandingkan

Selidiki Imibalo 21:8

2

Imibalo 21:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wandula u‐Mosesi wenza inyoka yexina, wayimisa pezu kwesibonda eside; kwaye kute, nxa inyoka ilumile umntu, waza wakangela enyokeni yexina, wapila ke.

Bandingkan

Selidiki Imibalo 21:9

3

Imibalo 21:5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Basuka bateta abantu ngakuye UTIXO nangakuye u‐Mosesi, bati: Kunganina lento nisinyusileyo e‐Jipete ukuza kufa kulentlango? ngokuba kungeko isonka, kungeko namanzi; uti umpefumlo wetu usitiye esisonka silikapukapu.

Bandingkan

Selidiki Imibalo 21:5

4

Imibalo 21:6

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza UYEHOVA watuma inyoka ezibumliloṙa pakati kwabantu, ezibe ziluma abantu; bafa ke abantu abaninzi bakwa‐Sirayeli.

Bandingkan

Selidiki Imibalo 21:6

5

Imibalo 21:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako abantu beza ku‐Mosesi, bati: Sonile, ngokuba sitetile NGAKUYEHOVA nangakuwe; tandaza KUYEHOVA, ukuba asuse kuti ezinyoka. Waza u‐Mosesi wabatandazela abantu.

Bandingkan

Selidiki Imibalo 21:7

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest