1
Ivangeli ka‐Mateyu 19:26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Koko u‐Yesu ebakangele wati kubo: Ebantwini lento ayenzeki, kodwa KUTIXO zonke izinto ziyenzeka.
Bandingkan
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:26
2
Ivangeli ka‐Mateyu 19:6
Ngako oko abasebabini, bayinyama nye. Ngoko ke, oko UTIXO akubandakanyileyo, makungahlulwa mntu.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:6
3
Ivangeli ka‐Mateyu 19:4-5
Wapendula wati kubo: Anileseshanga na ukuba umdali wabenza kwa sekuqalekeni indoda nomfazi, waza wati: Ngenxa yoku umntu uya kushiya uyise nonina, anamatele emfazini wake, baze abo babini babe yinyama nye?
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:4-5
4
Ivangeli ka‐Mateyu 19:14
Kodwa u‐Yesu wati: Vumelani abantwana, ize ningabaleli, ukuza kum; ngokuba ubukumkani bezulu bubobabanjalo.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:14
5
Ivangeli ka‐Mateyu 19:30
Kodwa baninzi abangabokuqala abaya kuba ngabokugqibela, nabangabokugqibela abaya kuba ngabokuqala.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:30
6
Ivangeli ka‐Mateyu 19:29
Nabo bonke abashiyileyo izindlu, umhlaumbi abaninawe, umhlaumbi odade, umhlaumbi uyise, umhlaumbi unina, umhlaumbi umfazi, umhlaumbi abantwana, umhlaumbi amasimi, ngenxa yegama lam, baya kwamkela ngekulu, balidle ilifa lobomi obungunapakade.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:29
7
Ivangeli ka‐Mateyu 19:21
Wati u‐Yesu kuyo: Ukuba unga ungaba ufezekile, hamba, uye utengise ngempahla yako, upe amahlwempu, wauya kuba nendyebo ezulwini; uze ke, ulandele mna.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:21
8
Ivangeli ka‐Mateyu 19:17
Wayesiti kuye: Yinina ukuba uti ndingolungileyo? akuko olungileyo, kupela umnye, o NGUTIXO. Kodwa ukuba unga ungangena ebomini, gcina imiyalelo.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:17
9
Ivangeli ka‐Mateyu 19:24
Kananjalo nditi kuni: Kulula ukuba inkamela ipumele entunjeni yesinalite, pezu kwokuba isityebi singene ebukumkanini BUKATIXO.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:24
10
Ivangeli ka‐Mateyu 19:9
Kodwa nditi kuni: Osukuba elahla umfazi wake, engamlahli ngambulo kupela, aze azeke omnye, uyaṙexeza; nalowo uzeka umfazi olahliweyo, uyaṙexeza naye.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:9
11
Ivangeli ka‐Mateyu 19:23
Waza u‐Yesu wati kubadisipile bake: Ngokwenene nditi kuni: Kunqabile kwisityebi ukuba singene ebukumkanini bezulu.
Selidiki Ivangeli ka‐Mateyu 19:23