Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4

1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kanjalo ukuba ningonyana, wati UTIXO watumela ezintliziywenu zenu UMOYA wonyana wake, ebiza ukuti: Aba, Bawo! Kwa njalo ke akusabi likonza, ungunyana; nokuba ungunyana, uyindlalifa KATIXO ngaye u‐Kristu kanjako.

Bandingkan

Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7

2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:4-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

kodwa okuya ukuzaliseka kwexesha bekufikile, wati UTIXO watuma unyana wake, ezelwe ngomfazi, ezelwe ngapantsi kwomteto, ukuze abo babengapantsi kwomteto abakulule, ukuze sibamkele ubunyana.

Bandingkan

Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:4-5

3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa kaloku, nakuba nimazile UTIXO, ewe pezu kwoku nakuba naziwe NGUTIXO, yinina ukuba nibuya niguqukele kwezoziqalelo ezibutataka ezibuhlwempu, enifuna ukuzikonza kanjako ngokutsha?

Bandingkan

Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:9

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest