Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2

1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ndikuruseshiwe kunye no‐Kristu: akusendim ke mna obudlayo ubomi, kodwa u‐Kristu uyabudla ubomi kum; nobomi endibudlayo ngoku enyameni, ndiyabudla elukolweni, kolwonyana KATIXO, owanditandayo, waza wazinikela ngenxa yam.

Bandingkan

Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:20

2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Andilububisi ufefe LUKATIXO; ngokuba ubulungisa ukuba bungawo umteto, kukona u‐Kristu wafayo kungeko tuba.

Bandingkan

Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:21

3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:15-16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Tina singama‐Juda ngemvelo, asingaboni bakubaheyideni; kanti sisazi nje ukuba umntu akagwetyelwa ngemisebenzi yomteto, ugwetyelwa ngalo ukolo luka‐Yesu Kristu kupela, sati tina nati sakolwa ku‐Kristu Yesu, ukuze sigwetyelwe ngokolo luka‐Kristu, kungabi ngemisebenzi yomteto; ngenxa yokuba kungayi kugwetyelwa namnye umntu ngemisebenzi yomteto.

Bandingkan

Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:15-16

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest