1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ngokuba ukulwa kwetu kungengakuyo inyama negazi, kungakubo abanobupati, ngakubo abanegunya, ngakubo abapatilizwe bobumnyama belilizwe likoyo, ngakubo omoya benkohlakalo kwezasezulwini indawo.
Bandingkan
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:12
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:18
nitandaza ngamaxesha onke KUMOYA ngako konke ukutandaza nokukunga, nipapamela kwa yona lento, kuko konke ukuzingisa nokukunga ngenxa yabo bonke abangcwele
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:18
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:11
Yambatani konke ukuxo̔ba KUKATIXO, ukuba nibe namandla ukuma ngakuwo amaqinga ka‐Satane.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:11
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:13
Ngenxa yoku tabatani konke ukuxo̔ba KUKATIXO, ukuze nibe namandla ukumela emhleni ombi, nokuti nikufezile kwa konke nje nime.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:13
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:16-17
pezu kwazo zonke ezizinto, nilitabatile ikaka lokolo, eniya kuba namandla ngalo ukucima zonke intolo ezitshayo zokohlakeleyo; nize namkele umnqwazi wosindiso, nesiṙele SOMOYA, esililizwi LIKATIXO
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:16-17
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:14-15
Yimani ngoko, nisibinqile isinqe senu ngenyaniso, nisambete nesigcinisifuba sobulungisa, nenyawo zenu nizifakile izihlangu zokulungiselela kwevangeli yoxolo
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:14-15
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:10
OKO kuseleyo, bazalwana bam! yibani nokwomelezeka ENKOSINI, nasemandleni obomelelo bayo.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:10
8
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:2-3
Beka uyihlo nonyoko, (oti lo ungumyalelo wokuqala unedinga,) ukuze kulunge kuwe, nokuba uhlale kade emhlabeni apa.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:2-3
9
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:1
Nina bantwana! yivani abazali benu ENKOSINI; ngokuba oku kufanelekile.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:1