1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ukuteta kwenu makube ngofefe ngamaxesha onke, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nikwazi ukuba nifanele ukuti nina ukupendula bonke abanye ngabanye.
Bandingkan
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:6
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:2
Zingisani ekutandazeni, nilinda nje kuko ngombulelo
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:2
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:5
Hambani ngobulumko ngakubo abapandle, nizitengela ituba nje.
Selidiki Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Kolose 4:5