1
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:15-16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ningalitandi ilizwe, kwa nezinto ezikulo ilizwe. Xeshekweni umntu alitandayo ilizwe, utando LUKAYISE aluko kuye. Ngokuba konke okuselizweni, inkanuko yenyama, nenkanuko yamehlo, ner̔atshi lobomi, kungaveli kuye UYISE, kuvela kulo ilizwe.
Bandingkan
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:15-16
2
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:17
Kanjalo lona ilizwe liyadlula, nenkanuko yalo; kodwa oyenzayo intando KATIXO uyahlala kude kube ngunapakade.
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:17
3
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:6
Oti uyahlala kuye, ufanelwe kukuti, njengokuba yena lowo ebehamba, enje njalo ukuhamba naye.
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:6
4
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:1
LUSATSHANA lwam! ezizinto ndiyaziba̔la kuni, ukuze ningoni. Kanti xeshekweni umntu onayo, sinaye umteteleli KUYISE, u‐Yesu Kristu olungileyo
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:1
5
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:4
Oti: Ndimazile yena, kanti imiyalelo yake akayigcini, ulixoki, nakuye lo inyaniso ayiko
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:4
6
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:3
Ngako oku ke siyakwazi ukuba simazile yena, xeshekweni imiyalelo yake siyigcinayo.
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:3
7
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:9
Oti uselukanyweni, kanti utiya umzalwana wake, usebumnyameni kwada kwakaloku.
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:9
8
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:22
Ngubanina olixoki, kupela ngulowo ukanyelayo ukuba u‐Yesu unguye u‐Kristu? Yena lo unguye u‐Antikristu, okanyelayo UYISE NONYANA.
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:22
9
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:23
Osukuba emkanyela UNYANA, akanaye NOYISE: ovumayo UNYANA, u NOYISE naye.
Selidiki Eyokuqala incwadi ka‐Johane 2:23