Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada KWABASEROMA 7

1

KWABASEROMA 7:25

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndiyambulela uThixo ngoYesu Krestu iNkosi yethu! Nantsi ke imeko endikuyo: Ngokuphathelele kwendikwaziyo entliziyweni yam, okunene ndikhonza uThixo; kodwa ngokwesimo sam esonakeleyo, ndikhonza isono.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 7:25

2

KWABASEROMA 7:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndiyazi ukuba akuhlali nto ilungileyo kum – nditsho kwisimo sam esonakeleyo – kuba kaloku umnqweno wokwenza into elungileyo ukho kum, kodwa ukwenza andinako.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 7:18

3

KWABASEROMA 7:19

IBHAYIBHILE

XHO96

Into elungileyo endithanda ukuyenza, andiyenzi; kodwa into embi endingathandi kuyenza, ndiyayenza.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 7:19

4

KWABASEROMA 7:20

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba ke ndenza loo nto ndingayithandiyo, ayisendim oyenzayo, koko sisono esi sihleli kum esiyenzayo loo nto.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 7:20

5

KWABASEROMA 7:21-22

IBHAYIBHILE

XHO96

Kambe ke ndibhaqa le nto apha kum: Kuthi xa ndifuna ukwenza into elungileyo, ndisuke ndonganyelwe kukwenza ububi. Ndiyawulangazelela umthetho kaThixo ngentliziyo

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 7:21-22

6

KWABASEROMA 7:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Xa ke ndisenza into endiyithiyileyo, kucacile ukuba ndiyavuma ukuthi umthetho ulungile.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 7:16

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan KWABASEROMA 7

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest