Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada KWABASEROMA 15

1

KWABASEROMA 15:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Wanga ke uThixo, umthombo wethemba, angáthi ngokukholwa kwenu anivuyise kakhulu, aniphe uxolo, ukuze ithemba lenu liye lisanda ngokwanda ngamandla oMoya oyiNgcwele.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 15:13

2

KWABASEROMA 15:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku zonke izinto eziseziBhalweni zabhalelwa ukusifundisa, khon' ukuze sihlale sihleli sinethemba ngonyamezelo nenkuthazo esizifumana kuzo iziBhalo.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 15:4

3

KWABASEROMA 15:5-6

IBHAYIBHILE

XHO96

Wanga ke uThixo, osinika unyamezelo nenkuthazo, anganenza nibe moya mnye ngokwentando kaKrestu Yesu, ukuze nithi, ngamxhelo mnye, nimdumise ngazwi-nye uThixo, uYise weNkosi uYesu Krestu.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 15:5-6

4

KWABASEROMA 15:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Yamkelanani ke, njengokuba naye uKrestu wasamkelayo, ukuze adunyiswe uThixo.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 15:7

5

KWABASEROMA 15:2

IBHAYIBHILE

XHO96

koko masithi sonke ngabanye sikholise abamelwane bethu ezintweni ezilungileyo ezinokulukhulisa ukholo lwabo.

Bandingkan

Selidiki KWABASEROMA 15:2

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan KWABASEROMA 15

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest