Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada ULUKA 19

1

ULUKA 19:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku yena *uNyana woLuntu wezela ukufuna kwanokusindisa abantu abalahlekileyo.”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 19:10

2

ULUKA 19:38

IBHAYIBHILE

XHO96

isithi: “Makabongwe lo Kumkani uzayo egameni leNkosi! Uxolo ezulwini; udumo kweliphezulu!”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 19:38

3

ULUKA 19:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke uYesu wathi kuye: “Namhlanje lufikile usindiso kule ndlu, kuba noZakeyi lo ungunyana ka-Abraham.

Bandingkan

Selidiki ULUKA 19:9

4

ULUKA 19:5-6

IBHAYIBHILE

XHO96

Akufika kuloo ndawo, wakhangela phezulu uYesu, wathi kuyo: “Zakeyi, khawuleza uhle, kuba namhlanje ndimelwe kukuba lundwendwe lwakho.” Wakhawuleza ke wehla uZakeyi, waza wamkela uYesu ngovuyo.

Bandingkan

Selidiki ULUKA 19:5-6

5

ULUKA 19:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Waphakama uZakeyi, wathi kuyo iNkosi: “Khangela, isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinika amahlwempu. Kanti nokuba ndidle nto kabani na ngobuqhetseba, ndimbuyisela kane.”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 19:8

6

ULUKA 19:39-40

IBHAYIBHILE

XHO96

Abathile *kubaFarasi esihlweleni apho bathi kuYesu: “Mfundisi, bakhalimele abafundi bakho.” Waphendula wathi kubo: “Inene, kungáthi nje kukhe kwathi cwaka aba, kunkqangaze namatye la.”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 19:39-40

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan ULUKA 19

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest