Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada ULUKA 16

1

ULUKA 16:10

IBHAYIBHILE

XHO96

Othembekileyo kokuncinane, uthembekile nakokukhulu; nongathembekanga kokuncinane, akathembekanga nakokukhulu.

Bandingkan

Selidiki ULUKA 16:10

2

ULUKA 16:13

IBHAYIBHILE

XHO96

“Akukho sicaka sinokukhonza iinkosi ezimbini, kuba siya kuyithiya le, siyithande leya, okanye sibambelele kule, siyidele leya. Aninako ukukhonza uThixo kwanobutyebi.”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 16:13

3

ULUKA 16:11-12

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuba ngoko anibanga nakuthembeka kubutyebi beli phakade, ngubani na onokunithemba kobo butyebi bububo? Ukuba anibanga nakuthembeka kokukokomnye, ngubani na onokuninika okukokwenu?

Bandingkan

Selidiki ULUKA 16:11-12

4

ULUKA 16:31

IBHAYIBHILE

XHO96

Wathi kuso: ‘Ukuba bathe ababeva ooMosis nabashumayeli, abayi koyiseka nokuba kuthe kwavuka bani kwabafileyo.’ ”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 16:31

5

ULUKA 16:18

IBHAYIBHILE

XHO96

“Wonke umntu omalayo umfazi wakhe, azeke omnye, uyakrexeza; nomntu wonke ozeka umfazi owalene nendoda yakhe, uyakrexeza.”

Bandingkan

Selidiki ULUKA 16:18

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest