Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada KUMAHEBHERE 2

1

KUMAHEBHERE 2:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku yena nanjengamntu oselephumelele ebunzimeni bokulingwa, unako ukubanceda abo basalingwayo.

Bandingkan

Selidiki KUMAHEBHERE 2:18

2

KUMAHEBHERE 2:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Abantwana ke abo ngabantu. Naye ke uYesu waba ngumntu njengabo, khon' ukuze ngokufa kwakhe atshitshise igunya likaSathana lokuvuyelela abantu ngokufa.

Bandingkan

Selidiki KUMAHEBHERE 2:14

3

KUMAHEBHERE 2:1

IBHAYIBHILE

XHO96

Kuyafuneka ke ngoko ukuba silumke, sibambelele nkqi emfundisweni esiyivileyo, hleze siluthuzeliswe.

Bandingkan

Selidiki KUMAHEBHERE 2:1

4

KUMAHEBHERE 2:17

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke ubemele ukuba afane nqwa nabantakwabo, khon' ukuze abe ngumbingeleli onovelwano nothembekileyo emsebenzini kaThixo, onako ukungxengxezela izono zabantu.

Bandingkan

Selidiki KUMAHEBHERE 2:17

5

KUMAHEBHERE 2:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Nanku ke kodwa uYesu. Yena wabekwa ngaphantsi kuhle nje kwizithunywa zikaThixo. Ngoku uthiwe jize ngesihomo nesithozela, kuba ngenxa yesisa sikaThixo wavuma ukufa ngenxa yoluntu lonke.

Bandingkan

Selidiki KUMAHEBHERE 2:9

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan KUMAHEBHERE 2

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest