Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada UMSEBENZI WABATHUNYWA 4

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:12

IBHAYIBHILE

XHO96

“Usindiso lufumaneka ngaye kuphela, kuba akukho wumbi emhlabeni ogama uThixo alinike uluntu, esingasindiswa ngalo.”

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:12

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:31

IBHAYIBHILE

XHO96

Bakuba begqibile ukuthandaza, indawo ababehlangene kuyo yazanya-zanyiswa. Bonke bazaliswa nguMoya oyiNgcwele, baza baluthetha udaba lukaThixo benobuganga.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:31

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:29

IBHAYIBHILE

XHO96

Kalokunje, Nkosi, zigqale izoyikiso zabo; thina zicaka zakho usenze siluthethe udaba lwakho ngesibindi.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:29

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Lo Yesu ngulowo zithi *iziBhalo xa zithetha ngaye: “ ‘Ilitye enalidelayo nina bakhi laba lelona litye lesiseko.’

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:11

5

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Amalungu *eBhunga amangaliswa kukubona ukungafihlisi kukaPetros noYohane, eqonda ukuba bangabantu nje abaqhelekileyo abangenamfundo. Baphawula nokuba babengamahlakani kaYesu.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:13

6

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:32

IBHAYIBHILE

XHO96

Ewonke amakholwa ayevana entliziyo-nye. Akukho bani wayekubanga oko anako, kuba babesabelana ngezinto zonke abanazo.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:32

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest