Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada UMSEBENZI WABATHUNYWA 28

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:31

IBHAYIBHILE

XHO96

Wayeshumayela ngokuthwasa kolawulo lukaThixo, efundisa iindaba ezingeNkosi uYesu Krestu, ethetha ngesibindi, engathintelwa nto.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:31

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Wasuka yena uPawulos wayivuthulula yawa emlilweni apho inyoka leyo, yena akenzakala konke.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:5

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:26-27

IBHAYIBHILE

XHO96

xa wathi: “ ‘Yiya uthi kwaba bantu: Nàkuphulaphula niphulaphule, ningaqondi noko; nàkujonga nijonge, ningaboni nto. Kuba ingqiqo yaba bantu ibuthuntu, bazivingcile iindlebe zabo, bawavala namehlo abo. Kungenjalo bebeya kubona, beve ngeendlebe zabo, baqonde ngeengqondo zabo, baze babuyele kum, ndize ndibaphilise;’ utsho uThixo. ”

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 28:26-27

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest