Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada UMSEBENZI WABATHUNYWA 26

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:17-18

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndikuhlangula kumaSirayeli nasezintlangeni; phofu ndikuthuma kwakuzo, ukuba uvule amehlo azo, uziguqule ziphume ebumnyameni, zize ekukhanyeni, ziphume egunyeni likaSathana, zize kuThixo, ukuze zithi ngenxa yokuzinikela kum zixolelwe izono zazo, futhi zizuze indawo phakathi kwabantu bakaThixo abanyuliweyo.’ ”

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:17-18

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Vuka ume ngeenyawo. Ndibonakala kuwe ngesi sizathu sokuba ndikumisele ube sisicaka sam, ungqine kwabanye abantu ngokundibona kwakho namhlanje, nangezinto endisaza kukubonisa zona.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:16

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:15

IBHAYIBHILE

XHO96

‘Ungubani, Nkosi?’ ndabuza ndatsho. Yathi iNkosi: ‘Mna ndinguYesu, lo umtshutshisayo.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:15

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:28

IBHAYIBHILE

XHO96

Wathi uAgripa kuPawulos: “Kwangoku sowufuna ukundenza umKrestu nam?”

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 26:28

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest