Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada UMSEBENZI WABATHUNYWA 17

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:27

IBHAYIBHILE

XHO96

Oku wakwenza ukuze zihlale zimzingela, hleze zimphuthaphuthe de zimfumane; nangona yena uThixo engekude kuthi sonke

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:27

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:26

IBHAYIBHILE

XHO96

Zonke iintlanga zabantu wazidala zaphuma mlibeni mnye, wazenza ukuba ziwume wonke umhlaba. Yena ngokwakhe kwangaphambili wazimisela amaxesha obomi, kunye nemida yokuhlala kwazo.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:26

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:24

IBHAYIBHILE

XHO96

UThixo lo udale ihlabathi nezinto ezikulo, uyiNkosi yezulu nomhlaba. Ngoko ke akahlali zindlwini zenziwe ngabantu

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:24

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:31

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku uwumisele umhla apho aya kuligweba ihlabathi lonke liphela ngobulungisa, ngeNdoda ayimiseleyo. Le nto uyingqine kubantu bonke ngokuyivusa loo Ndoda ekufeni.”

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:31

5

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:29

IBHAYIBHILE

XHO96

Singabantwana bakhe nje ke, masingacingi ukuba imo kaThixo ifana nento eqingqwe ngegolide, ngesiliva, okanye ngelitye, ngobugcisa bomntu.

Bandingkan

Selidiki UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:29

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan UMSEBENZI WABATHUNYWA 17

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest