Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KUTIMOTI 4

1

2 KUTIMOTI 4:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Ndizabalazile elugqatsweni olukhulu; ngoku ndifikile entanjeni; ke lona ukholo ndilugcinile.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 4:7

2

2 KUTIMOTI 4:2

IBHAYIBHILE

XHO96

Lushumayele udaba, zingisa ukuluvakalisa ngamathuba alungileyo naxakileyo. Baqononondise abantu, ukhalime, ubakhuthaze, ufundisa ngomonde.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 4:2

3

2 KUTIMOTI 4:3-4

IBHAYIBHILE

XHO96

Liyeza lona ixesha lokuba abantu banganeliswa konke yimfundiso emsulwa. Bosuka balandele iingqiqo zabo, bazifunele abafundisi abaninzi bokubafundisa izinto abazilangazelelayo. Baya kuyifulathela inyaniso, baphulaphule iintsomi.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 4:3-4

4

2 KUTIMOTI 4:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Kodwa ke wena zola; ngamaxesha onke hlala ugcisile. Khalipha xa kunzima. Iindaba ezimnandi zihambise, uzenze zonke iimfanelo zobizo lwakho.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 4:5

5

2 KUTIMOTI 4:8

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoku ke sendilindelwe yimbasa, isithsaba esibonakalisa ubulungisa, eya kundithwesa sona ngaloo Mini inkulu iNkosi, uMgwebi ogweba engenaxanasi. Phofu ke asindim ndedwa olindelwe seso sithsaba, koko ngabo bonke abayithandayo iNkosi eza kufika.

Bandingkan

Selidiki 2 KUTIMOTI 4:8

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 2 KUTIMOTI 4

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest