Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KWABASEKORINTE 3

1

2 KWABASEKORINTE 3:17

IBHAYIBHILE

XHO96

INkosi le ke nguMoya. Apho ke ukhona uMoya weNkosi kubakho inkululeko.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 3:17

2

2 KWABASEKORINTE 3:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke kaloku thina sonke, sinobuso obutyhiliweyo, ubuqaqawuli beNkosi sibubona ngokungathi kusesibukweni. Ngoko ke siyaguqulwa sifane nayo ncam, sinesidima esiya sikhula. Yonke ke le nto ivela eNkosini ekwanguMoya.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 3:18

3

2 KWABASEKORINTE 3:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Kanti ke nanini na ebuyela eNkosini, siyasuka isigqubuthelo.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 3:16

4

2 KWABASEKORINTE 3:5-6

IBHAYIBHILE

XHO96

Le nto ayithethi kuthi ndinako ukuwenza ngokwam lo msebenzi. Amandla endinawo avela kuThixo. Ikwanguye ondenze ndaba nako ukukhonza phantsi komnqophiso omtsha, ongaxhomekekanga kumthetho obhaliweyo, koko uxhomekeke kuMoya. Wona umthetho obhaliweyo uyabulala, kodwa yena uMoya uyaphilisa.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 3:5-6

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 2 KWABASEKORINTE 3

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest