Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 2 KWABASEKORINTE 1

1

2 KWABASEKORINTE 1:3-4

IBHAYIBHILE

XHO96

Makabongwe uThixo, uyise weNkosi yethu uYesu Krestu, uBawo uSozinceba, uThixo umthombo wentuthuzelo. Yena uyasithuthuzela ezimbandezelweni zethu zonke, ukuze nathi sikwazi ukubathuthuzela abanye kwangaloo ntuthuzelo ivela kuye.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 1:3-4

2

2 KWABASEKORINTE 1:5

IBHAYIBHILE

XHO96

Njengoko ziphuphumela kuthi iimbandezelo zikaKrestu, ngokunjalo ke, kwangaye uKrestu, iphuphumela kuni nentuthuzelo yethu.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 1:5

3

2 KWABASEKORINTE 1:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Sasesilibona lijinga phezu kwethu ithunzi lokufa. Loo nto yasifundisa ukuthembela kuThixo ovusa abafileyo, singazithembi thina.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 1:9

4

2 KWABASEKORINTE 1:21-22-21-22

IBHAYIBHILE

XHO96

NguThixo osizimasileyo thina nani ngokusimanya noKrestu. Ewe, nguThixo ngokwakhe osiphawuleyo wasithambisa ngoMoya oyiNgcwele ohleli kuthi osisiqinisekiso sezinto ezizayo.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 1:21-22-21-22

5

2 KWABASEKORINTE 1:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Xa sukuba thina sisiva ubunzima, loo nto ibangela ukuba nikhuthale, nto leyo iphelela elusindisweni. Naxa sukuba thina sithuthuzelwa, siyancedwa ukuze sikwazi ukunithuthuzela, khon' ukuze nizithwale ngomonde iimbandezelo ezifana nezethu.

Bandingkan

Selidiki 2 KWABASEKORINTE 1:6

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 2 KWABASEKORINTE 1

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest