Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 1 KUTIMOTI 3

1

1 KUTIMOTI 3:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Inkulu ngokungenambaliso imfihlelo yonqulo lwethu. Kaloku uKrestu Yesu: Wavela ngesimo sobuntu waza wangqinelwa nguMoya, wabonwa zizithunywa zezulu. Washunyayelwa ezizweni, wamkelwa lihlabathi, waza wawongwa ezulwini.

Bandingkan

Selidiki 1 KUTIMOTI 3:16

2

1 KUTIMOTI 3:2

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke inkokheli mayibe ngumntu ongenabala; mayibe ngumntu onomfazi omnye, ozinzileyo ngengqondo, oyingcathu; abe ngonocwangco, onobubele ekhaya, okwaziyo ukufundisa

Bandingkan

Selidiki 1 KUTIMOTI 3:2

3

1 KUTIMOTI 3:4

IBHAYIBHILE

XHO96

Kufuneka ibe ngumntu okwaziyo ukulawula usapho lwakhe, ethotyelwa ngabantwana bakhe, umntu ovunyiweyo ngesimilo.

Bandingkan

Selidiki 1 KUTIMOTI 3:4

4

1 KUTIMOTI 3:12-13

IBHAYIBHILE

XHO96

Umncedisi makabe nomfazi omnye kuphela, akwazi ukubaqeqesha abantwana bakhe, ayilawule nendlu yakhe iphela. Abancedisi abawenza ngokufanelekileyo umsebenzi wabo, bazuza iwonga nelungelo lokuthetha ngesibindi kwimicimbi kaKrestu Yesu.

Bandingkan

Selidiki 1 KUTIMOTI 3:12-13

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 1 KUTIMOTI 3

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest