Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 1 KWABASETESALONIKA 4

1

1 KWABASETESALONIKA 4:17

IBHAYIBHILE

XHO96

nathi ke baya kuba besaphila ngelo xesha sixhwilwe sidibane nabo emafini, size sihlangane neNkosi esibhakabhakeni. Ke siya kuhlala neNkosi njalo-njalo.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASETESALONIKA 4:17

2

1 KWABASETESALONIKA 4:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa, sivakale nesandi sexilongo likaThixo, ize iNkosi ngokwayo ihle ezulwini. Bothi abo bafa bemanywe noKrestu bavuke kuqala

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASETESALONIKA 4:16

3

1 KWABASETESALONIKA 4:3-4

IBHAYIBHILE

XHO96

UThixo uthanda ukuba nibe nyulu, nikucezele ukurheletya. Umntu ofuna umfazi makathathe umfazi ahlale naye ngobunyulu nembeko

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASETESALONIKA 4:3-4

4

1 KWABASETESALONIKA 4:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku siyakholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka. Ngokukwanjalo ke nâbo bafe bemanywe noYesu uThixo uya kubabuyisa kunye noYesu.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASETESALONIKA 4:14

5

1 KWABASETESALONIKA 4:11

IBHAYIBHILE

XHO96

Nokuba yintoni na imeko ibhongo lenu malibe kukuhlala ngoxolo, ningagxuphuleki kwimicimbi yabanye abantu. Philani kukubila kwamabunzi enu njengoko ndandiniyalele.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASETESALONIKA 4:11

6

1 KWABASETESALONIKA 4:7

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku uThixo akasibizelanga ekungcoleni, koko ufuna sibe nyulu.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASETESALONIKA 4:7

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan 1 KWABASETESALONIKA 4

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest