1
1 KWABASEKORINTE 7:5
IBHAYIBHILE
XHO96
Musani ukwala ukuhlangana, ngaphandle kokuba nivumelene ukungahlangani okomzuzwana, nisenzela ukuba nibe nethuba lokuthandaza. Emva koko ke ze nibuye nihlangane, hleze uSathana anihende ngenxa yokungabi nako kwenu ukuzibamba.
Bandingkan
Selidiki 1 KWABASEKORINTE 7:5
2
1 KWABASEKORINTE 7:3-4
Indoda mayimkholise umfazi wayo; nomfazi makenjenjalo endodeni yakhe. Umfazi akanagunya kowakhe umzimba; yindoda enalo. Kwangokunjalo ke nendoda ayinagunya kowayo umzimba; ngumfazi onalo.
Selidiki 1 KWABASEKORINTE 7:3-4
3
1 KWABASEKORINTE 7:23
UThixo wanithenga ngexabiso elikhulu; musani ke ukuba ngamakhoboka abantu.
Selidiki 1 KWABASEKORINTE 7:23