Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada 1 KWABASEKORINTE 2

1

1 KWABASEKORINTE 2:9

IBHAYIBHILE

XHO96

Kodwa ke kunjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi: “Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe, nezingathanga qatha ntliziyweni yamntu, zezi kanye uThixo wazilungiselela abo bamthandayo.”

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASEKORINTE 2:9

2

1 KWABASEKORINTE 2:14

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke umntu ongenaye uMoya akazamkeli izinto zoMoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye. Kaloku akanakuziqonda, kuba ukuxabiseka kwazo kuqondwa kuphela ngulowo ukhokelwa nguMoya.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASEKORINTE 2:14

3

1 KWABASEKORINTE 2:10

IBHAYIBHILE

XHO96

UThixo wazityhila kuthi ke ezi ndaba ngoMoya wakhe; kuba uMoya uphengulula zonke izinto, nobunzulu bobume bukaThixo.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASEKORINTE 2:10

4

1 KWABASEKORINTE 2:12

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke thina asamkelanga moya simnikwe ngabantu; samkele uMoya esimnikwe nguThixo, ukuze sizazi izinto uThixo asibabale ngazo.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASEKORINTE 2:12

5

1 KWABASEKORINTE 2:4-5

IBHAYIBHILE

XHO96

Ukuthetha kwam nokuvakalisa kwam uKrestu akubanga ngabuciko. Hayi, kube kukubonakalisa amandla oMoya kaThixo. Ngoko ke ukholo lwenu malungaxhomekeki bucikweni bamntu, kodwa malusekelwe ngamandla kaThixo.

Bandingkan

Selidiki 1 KWABASEKORINTE 2:4-5

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest