1
UMATEWU 9:37-38
IBHAYIBHILE
XHO96
Ke wathi kubafundi bakhe: “Umsebenzi wokuvuna mkhulu, kodwa bambalwa abavuni. Thandazani ke ngoko kuMnini-sivuno, okokuba athumele abasebenzi, baye kuvuna.”
താരതമ്യം
UMATEWU 9:37-38 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
UMATEWU 9:13
Khaniye kufunisisa okokuba ithetha ukuthini na le ndawo eziBhalweni ithi: ‘Ndithanda inceba, andithandi mbingelelo.’ Ke mna andizanga kubiza malungisa, ndize kubiza aboni.”
UMATEWU 9:13 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
UMATEWU 9:36
Akuzibona izihlwele, wavelana nazo, kuba bezinxubile, zityhafile ngokweegusha ezingenamalusi.
UMATEWU 9:36 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
UMATEWU 9:12
Ekuvile oko uYesu, wathi kubo: “Ugqirha akafuneki nganto kwabaphilileyo, ufuneka kwabagulayo.
UMATEWU 9:12 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
UMATEWU 9:35
UYesu wayejikeleza kuzo zonke izixeko needolophu, efundisa *ezindlwini zesikhungo, eshumayela iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo, ephilisa abantu kwizifo ngezifo.
UMATEWU 9:35 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക