1
UMATEWU 8:26
IBHAYIBHILE
XHO96
Wathi kubo: “Kutheni na ukuba noyike kangaka, nina balukholo luncinane?” Waphakama ke, wawukhalimela umoya namaza, kwabakho ukuzola okukhulu.
താരതമ്യം
UMATEWU 8:26 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
UMATEWU 8:8
Waphendula umphathi-butho wathi: “Nkosi, andifanelekanga ukuba ungene phantsi kwentungo yendlu yam. Thetha nje ilizwi; sophiliswa isicaka sam.
UMATEWU 8:8 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
UMATEWU 8:10
UYesu wamangaliswa akukuva oku, waza wathi kwababemlandela: “Inene, andikafumani namnye onokholo olungaka nkqu nakwaSirayeli.
UMATEWU 8:10 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
UMATEWU 8:13
Waza uYesu wathi kumphathi-butho: “Hamba ke; ngenxa yokuba ukholiwe, wokwenzelwa oko.” Saza saphila kwangelo xesha isicaka eso.
UMATEWU 8:13 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
5
UMATEWU 8:27
Bamangaliswa abantu, baza bathi: “He bethu, ngumntu onjani lo ode alulanyelwe ngumoya nalulwandle!”
UMATEWU 8:27 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക