YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 16 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 16:31

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bati ke bona: Kolwa kuyo INKOSI u‐Yesu Kristu, wauya kusindiswa wena nendlu yako.

비교

Izenzo zabapostile 16:31 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 16:25-26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku pakati kwobusuku u‐Paulusi no‐Silasi bebetandaza, bavuma amaculo KUTIXO: baye ke ababanjwa bebapulapula. Kwaza kwabako ngokwalama isingcangcazelo somhlaba esikulu, yada yazanyazanyiswa imisekelo yentolongo: zasuka zavuleka ingcango kwa oko zonke, nezinxibo zabo bonke zatukululeka.

비교

Izenzo zabapostile 16:25-26 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 16:30

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

wabakokela ngapandle, wati: Zinkosi! ndifanele ukwenza nto nina ukuze ndisindiswe?

비교

Izenzo zabapostile 16:30 살펴보기

4

Izenzo zabapostile 16:27-28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wati umlindi wentolongo evukile ebutongweni bake, ebona ukuba ingcango zentolongo zivulekile, war̔ola isiṙele, waza kuzibulala, eba ababanjwa besabile. Kodwa u‐Paulusi wamemeza ngelizwi elikulu, esiti: Ungazenzakalisi; ngokuba silapa kwa sonke.

비교

Izenzo zabapostile 16:27-28 살펴보기

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트