YouVersion 로고
성경묵상동영상
앱 다운로드
언어 선택
검색 아이콘

Izenzo zabapostile 17 - 인기 성경 구절

1

Izenzo zabapostile 17:27

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ukuze bafune INKOSI, ukuba ngaba bangati bayiputaputele bayifumane, nakuba ingekude kuti sonke

비교

Izenzo zabapostile 17:27 살펴보기

2

Izenzo zabapostile 17:26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ote kanjalo wazenza ngegazi linye zonke intlanga zabantu, ukuba bahlale pezu kwobuso bonke bomhlaba, ebalule amaxesha amiselweyo pambili nemida yentlalo yabo

비교

Izenzo zabapostile 17:26 살펴보기

3

Izenzo zabapostile 17:24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UTIXO owenza ilizwe nento zonke ezikulo, lo, EYINKOSI yezulu nomhlaba nje, akahlali ezitempileni ezenziweyo ngezandla

비교

Izenzo zabapostile 17:24 살펴보기

4

Izenzo zabapostile 17:31

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokokuba emisile umhla, okungawo uya kugweba ilizwe ngobulungisa, ngendoda ayibaluleyo, ebenzele bonke isiqiniso ngokuyivusa kwabafileyo.

비교

Izenzo zabapostile 17:31 살펴보기

5

Izenzo zabapostile 17:29

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako siyinzalo KATIXO nje, asifanele ukuti oku BUTIXO kunjengegolide, nesilivere, nelitye, into eziqingqiweyo ngobuncibi nangeqinga labantu.

비교

Izenzo zabapostile 17:29 살펴보기

Izenzo zabapostile 17: 관련 무료 묵상 계획

이전 장
다음 장
YouVersion

매일 하나님과 친밀하게 동행하도록 격려하고 도전하기.

사역

소개

채용 정보

자원 봉사

블로그

기사

유용한 링크

도움

후원

성경 번역본

오디오 성경

성경 언어

오늘의 말씀


디지털 사역

Life.Church
한국어

©2026 Life.Church / YouVersion

개인 정보 취급 정책약관
취약점 공개 프로그램
페이스북트위터인스타그램유튜브핀터레스트