Izenzo zabapostile 16:27-28

Izenzo zabapostile 16:27-28 XHO1902A

Wati umlindi wentolongo evukile ebutongweni bake, ebona ukuba ingcango zentolongo zivulekile, war̔ola isiṙele, waza kuzibulala, eba ababanjwa besabile. Kodwa u‐Paulusi wamemeza ngelizwi elikulu, esiti: Ungazenzakalisi; ngokuba silapa kwa sonke.

Izenzo zabapostile 16:27-28: 관련 무료 묵상 계획