1
KWABASETESALONIKA II 1:11
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ngoko ke sihlala sithandaza nokuthandaza ngenxa yenu, ukuba uThixo wethu anibalele ekuthini nilufanele ubizo lwenu, azalise ngokunamandla konke ukukholiswa kukulunga, nomsebenzi wokholo
비교
KWABASETESALONIKA II 1:11 살펴보기
2
KWABASETESALONIKA II 1:6-7
ukuba kanti yinto ebubulungisa kuThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abanibandezelayo; athi, nina babandezelwayo, anibuyekeze ngokuniphumza kunye nathi, ekutyhilekeni kweNkosi uYesu, ivela emazulwini inezithunywa zamandla ayo
KWABASETESALONIKA II 1:6-7 살펴보기