1
KWABASETESALONIKA II 2:3
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Makungabikho bani unilukuhlayo nangalunye uhlobo; ngokuba ayinakufika yona, lungakhanga lufike ulahlo kuqala, atyhileke umntu wesono, unyana wotshabalalo
비교
KWABASETESALONIKA II 2:3 살펴보기
2
KWABASETESALONIKA II 2:13
Ke thina simelwe kukuhlala sibulela kuye uThixo ngenxa yenu, bazalwana bathandiweyo yiNkosi, ukuba uThixo kwasekuqalekeni waninyulela ukusindiswa, ngokungcwalisa koMoya nokukholwa yinyaniso
KWABASETESALONIKA II 2:13 살펴보기
3
KWABASETESALONIKA II 2:4
lowo uchasayo, uziphakamisayo ngaphezu kwento yonke ekuthiwa nguThixo, nehlonelwayo, ngokokude azihlalise etempileni kaThixo, ezenza uThixo, ezibonisa ukuba unguThixo.
KWABASETESALONIKA II 2:4 살펴보기
4
KWABASETESALONIKA II 2:16-17
Ke kaloku, iNkosi yethu uYesu Kristu ngokwayo, noThixo uBawo wethu owasithandayo, wasinika intuthuzelo engunaphakade, nethemba elilungileyo ngobabalo, wanga angazithuthuzela iintliziyo zenu, anizimase kuwo onke amazwi nemisebenzi elungileyo.
KWABASETESALONIKA II 2:16-17 살펴보기
5
KWABASETESALONIKA II 2:11
Nangenxa yoko, uThixo uya kubathumela ulahlekiso olusebenza ngamandla, ukuze bakholwe bubuxoki
KWABASETESALONIKA II 2:11 살펴보기
6
KWABASETESALONIKA II 2:9-10
kwalowo, úkufika kungokokusebenza kukaSathana, ngayo imisebenzi yonke yamandla, nemiqondiso, nezimanga zobuxoki, nangako ukulukuhla konke kokungalungisi kwabo batshabalalayo; ngenxa enokuba bengakwamkelanga ukuyithanda inyaniso, ukuze basindiswe.
KWABASETESALONIKA II 2:9-10 살펴보기
7
KWABASETESALONIKA II 2:7
Kuba imfihlelo yokuchasana nomthetho iselisebenza; kodwa kulindwe ukuba ade lowo ubambezelayo ngoku asuswe kanye.
KWABASETESALONIKA II 2:7 살펴보기